ISEBE LEMICIMBI YAMANZI NAMAHLATHI
ISAZISO SIKARHULUMENTE
Mna, Buyelwa Sonjica, umPhathiswa wemiCimbi yaManzi namaHlathi, ngokwecandelo 78 loMthetho waManzi eSizwe, 1998 (Umthetho No.36 ka-1998), ndazisa ukuba-
c Indawo yokusebenzela kuMmandla wengingqi yokuqokelela amanzi emvula eShishini lommemzeli lokuLawula iBreede-Overberg lime kwindawo yokulawula amanzi engunombolo 18 kwiPhondo laseNtshona Koloni kwaye libandakanya zonke iimpawu malunga naye nawuphi na umntu unelungelo lokuwasebenzisa amanzi ngenxa yamalungelo ngokwecandelo 22 1 loMthetho ovela-
Naziphi na ezinye izibonelelo zamanzi ezime ngaphandle kwendawo ezichaziweyo kumhlathi (c) (i) ngasentla, zithi isibonelelo samanzi nendawo epheleka iSebe lemiCimbi yaManzi namaHlathi okanye amagunya athembekileyo angafuna ukulawula uMmandla wengingqi yokuqokelela amanzi emvula eShishini lommenzeli lokuLawula iBreede-Overberg d Isicelo soMmandla wengingqi yokuqokelela amanzi emvula eShishini lommenzeli lokuLawula iBreede-Overberg samkelwe.
UMPHATHISWA WEMICIMBI YAMANZI NAMAHLATHI
